Sawule, ukumkani wakwaSirayeli KwiTestemante eNdala, ngukumkani wokuqala wakwaSirayeli phambi kokuba ohlulahlulwe. Nangona wayelungile ekuqalekeni kolawulo lwakhe, ekugqibeleni wazaliswa likratshi kwaye akamthobelanga uThixo (Ⅰ Sam. 9–31).