Uncedo lweZifundo
Nowa, unyana kaZenif


Nowa, unyana kaZenif

Ngukumkani okhohlakeleyo kwiNcwadi kaMormoni. Walawula phezu kweqela lamaNifayithi kwilizwe likaNifayi.