Zililo, Ncwadi ye Yincwadi ekwiTestamente eNdala, ebhalwe nguYeremiya. Yingqokelela yemibongo okanye iingoma zentlungu ngenxa yokuwa kweYerusalem nesizwe samaSirayeli. Incwadi yayibhalwe emva kokuwa kwesixeko malunga nam-586 P.K.