2025

EyeNkanga 2025

  • Iziqulatho

  • Qaphela ngale Miyalezo yeNkomfa Jikelele

  • IVangeli kaYesu Krestu eGxile kuSapho

    Dallin H. Oaks

  • Uvavanyiwe kwaye woMelezwa kuKrestu

    Henry B. Eyring

  • Khangela kuThixo uze uPhile

    D. Todd Christofferson

EyeNkanga 2025


EyeNkanga 2025

  • Qaphela ngale Miyalezo yeNkomfa Jikelele

    Lemiyalezo isuka kumalungu eQumrhu labaPostile abaliShumi elinaMbini ngexesha lenkomfa yajikelele yeDwarha 2025. uMongameli Dallin H. Oaks wongamele enkomfeni njengoMongameli weQumrhu. Ukusukela ngoko wamiselwa ukuba nguMongameli weBandla no Henry B. Eyring njengoMcebisi wokuQala no D.Todd Christofferson njengoMcebisi wesiBini kubuMongameli bokuQala.


  • Dallin H. Oaks

    IVangeli kaYesu Krestu eGxile kuSapho

    UMongameli Oaks ucacisa ukuba kutheni usapho lubaluleke kangaka kwivangeli kaYesu Krestu kwaye uchaza izinto esinokuzenza ukomeleza iintsapho zethu.

    UMongameli Dallin H. Oaks

  • Henry B. Eyring

    Uvavanyiwe kwaye woMelezwa kuKrestu

    Umdala uEyring ufundisa ukuba imiceli_mngeni yethu ingasomeleza ukuba sithembele kuMsindisi kwaye siguqukele kuYe.

    UMongameli Henry B. Eyring

  • D. Todd Christofferson

    Khangela kuThixo uze uPhile

    UMdala Christofferson ufundisa ukuba ukujonga kuThixo kuzisa iintsikelelo, kubandakanya impumelelo kunye nesipho soMoya oyiNgcwele.

    UMongameli D. Todd Christofferson