EyeDwarha 2024 URussell M. NelsonUmzekelo woManyano kuYesu KrestuUMongamneli Nelson wabelana ngendlela abantu ku 4 Nifayi abaphumeza ngayo umanyano olunoxolo, esinika umzekelo esinokuwulandela ukuze sizuze umanyano namhlanje. Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha Singamanyana njani ukuba sonke singafani kangaka?Impendulo kumbuzo: “Singamanyana njani ukuba sonke singafani kangaka?” Umhlobo UYesu Wasikelela Ngabanye NgabanyeFunda ibali malunga nexesha uYesu watyelela amaNifayithi kwaye wawasikelela ngabanye ngabanye.