Abantwana
Izipho Ezisinika UbuKhalipha
UMongameli uEyring uyasixelela ngezipho eziliqela ezisinika ubukhalipha. Funda isibhalo esingcwele ngasinye esingezantsi, kwaye ubhale igama lesipho apho kungabhalwanga khona. Thetha nosapho lwakho ngendlela eso sipho esinokusinika ngayo ubukhalipha.
-
Izenzo 22:16
-
2 Nefayi 32:5; Yohane 14:26–27
-
1 Abase Thesalonika 5:17