Ukufundisa ngeNdlela yoMsindisi: Eyabo Bonke Abafundisa eKhayeni naseBandleni Intshayelelo Umyalezo ovela kuBongameli bokuQalaEsi sixhobo sinokuba sisikhokelo sakho ukuze ufunde ngendlela uMsindisi afundisa ngayo. Njengokuba uzama ukufundisa ngendlela yaKhe, Yena uyakunceda ube ngutitshala Yena akwaziyo ukuba ungaba nguye. INjongo ka Ukufundisa ngeNdlela yoMsindisiImigaqo echazwe kwesi sixhobo inganceda wonke utitshala wevangeli afundise ngendlela yoMsindisi. Isishwankathelo seMfundiso enjengoKrestuImigaqo echazwe kwesi sixhobo inganceda wonke utitshala wevangeli afundise ngendlela yoMsindisi. Isahlulo 1: Gqalisela kuYesu Krestu Isahlulo 1: Gqalisela kuYesu Krestu Fundisa ngoYesu Krestu Nokuba Ufundisa Ntoni NaNokuba ufundisa ntoni na, khumbula ukuba ngokwenene ufundisa ngoYesu Krestu kwaye nokuba ungafana njani naYe. Nceda Abafundi Beze kuYesu KrestuAkukho nto uyenzayo njengotitshala eya kusikelela abafundi ngaphezu kokubanceda ukuba bazi uBawo oseZulwini kunye noYesu Krestu kwaye bave uthando lwaBo (bona Yohane 17:3). Isahlulo 2: Imigaqo yeMfundiso enjengoKrestu Isahlulo 2: Imigaqo yeMfundiso enjengoKrestu Bathande Abo ubaFundisayoXa uthando loMsindisi lusezintliziyweni zethu, sifuna yonke indlela enokwenzeka ukunceda abanye bafunde ngoKrestu kwaye beze kuYe. Uthando lubayinkuthazo yokufundisa kwethu. Fundisa ngoMoyaNjengokuba ufundisa ivangeli kaYesu Krestu, unokuba noMoya oyiNgcwele kunye nawe ukukukhokela kwaye ungqine ngenyaniso ezingqondweni nasezintliziyweni zabo ubafundisayo (bona IMfundiso neMinqophiso 8:2). Fundisa iMfundisoWena ungafundisa ngamandla, njengoko uMsindisi wenza, ngokufundisa iMfundiso kaBawo. Mema ukuFunda OkukhutheleyoXa silandela umzekelo woMsindisi, simema abo sibafundisayo ukuba bacele, bafune, bankqonkqoze—kwaye emva koko bafumane (bona Mateyu 7:7–8). Isahlulo 3: Amancedo Asetyenziswayo neeNgcebiso Isahlulo 3: Amancedo Asetyenziswayo neeNgcebiso Iingcebiso zeeNtlobo ngeeNtlobo zeeNdawo zokuFundisa naBafundiEli candelo linika iingcebiso ezongezelelweyo ezithe ngqo kubafundi abahlukeneyo nakwiindawo zokufundisa. Isampuli Yesishwankathelo Sokucwangcisa IsifundoNanku umzekelo onokubakho wesishwankathelo sokuceba isifundo. Ukuphucuka njengoTitshala onjengoKrestu—Uvavanyo LobuquNjengoo titshala,kumele siwavavanye rhoqo amandla kunye nobuthathaka bethu ukuze sikwazi ukuba ngcono kwisakhono sethu sokukunceda abafundi bakhe ukholo kuYesu Krestu kwaye babe njengaYe ngakumbi. Iintlanganiso zeBhunga looTitshala—eyaBazali nooTitshala Ababiziweyo.Njengoko uhlangana nootitshala, cinga ngeendlela onokubomeleza ngazo kwaye ubakhuthaze ngobubele nombulelo ngenkonzo abayinikayo. EyeeNkokeli—UkuQeqesha nokuXhasa ooTitshalaNjengoko uhlangana nootitshala, cinga ngeendlela onokubomeleza ngazo kwaye ubakhuthaze ngobubele nombulelo ngenkonzo abayinikayo.