EyoMqungu 2026 Liyahona uDavid A. BednarAbathathi-nxaxheba beNdalo yobuThixoUmdala Bednar ufundisa ukuba imiphefumlo yethu kufuneka iphuphume ngumbulelo njengoko siqwalasela icebo likaThixo losindiso, intlawulelo, ubuyiselo, inceba nolonwabo. Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha Oboongongameli Jikelele baMantombazana Aselula naMadoda AselulaHamba NamImiyalezo evela koMongameli jikelelele baManina boLutsha naMadoda Aselula malunga noMxholo woLutsha ka-2026. Umhlobo U-Adam no-EvaFunda ibali ngo-Adam no-Eva emyezweni wase-Eden.