EyoMsintsi 2025 D. Todd ChristoffersonUkusikelelwa liGunya naMandla obuBingeleliUMdala Christofferson ufundisa ukuba amalungu eBandla abizelwa ukuba asebenzise amandla kaThixo ukuze alungiselele kwaye asikelele abanye eBandleni, ekhayeni, nakwihlabathi. Okwenzelwe uKomeleza uLutsha Brynn WenglerUYesu Krestu uNgowayo Nayo iMihla eLungileyoNantsi eminye imibono eyenzelwe ukuzigcina ugxile kuMsindisi nkqu naxa izinto zihamba kakuhle. UMhlobo Amabali eZibhalo: Ukwakha iNauvooFunda ibali elingo Joseph Smith kunye nabaNgcwele beseka iNauvoo kwaye besakha itempile khona.