EyeKhala 2025 Gary E. StevensonFumana uVuyo kuHambo Lwakho lweVangeliUmdala uStevenson umema abaNgcwele beMihla yokuGqibela ukuba bathabathe iziqhamo zevangeli kwaye bave uvuyo kobu bomi njengoko behamba besiya kubomi banaphakade. Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha UDavid A. EdwardsEmva Kobu bomi: Iimpendulo kweMinye ImibuzoNazi iimpendulo kwimibuzo embalwa amalungu aselula eBandla anokuba nayo malunga nobomi emva kokufa. Umhlobo Amabali Ezibhalo: AbaPostile Bakhonza kuBufundisi baseBritane EnkuluFunda ibali malunga nendlela aBapostile beBandla elibuyisiweyo aboyisa ngayo ubunzima bokusebenza ebufundisini kwiBrithane eNkulu.