2024

EyeThupha 2024

  • Iziqulatho

  • UThixo Uya Kusixhasa Aze Asilondoloze

    Dale G. Renlund

  • Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha

    • Ubudlelwane Obunamandla

      UAndrea Muñoz Spannaus

  • Umhlobo

    • Amagatyana Oonyana Angamagorha

EyeThupha 2024


EyeThupha 2024

  • Dale G. Renlund

    UThixo Uya Kusixhasa Aze Asilondoloze

    Umdala uRenlund ufundisa ukuba thina, njengoMphathi uMoronayi, singafumana uncedo lobuthixo namandla kumadabi esijongene nawo ebomini njengokuba sihlonipha iminqophiso yethu kwaye sigcina imiyalelo.

    NguMdala uDale G. Renlund

Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha

  • UAndrea Muñoz Spannaus

    Ubudlelwane Obunamandla

    UDade Spannaus ufundisa ukuba ubudlelwane bomnqophiso noBawo waseZulwini noYesu Krestu businika indlela yokufikelela ngakumbi kumandla Abo.

    UAndrea Muñoz Spannaus

Umhlobo

  • Amagatyana Oonyana Angamagorha

    Funda ibali ngendlela iqela lamagorha aselula afunda ngayo koonina ukuthembela kuThixo.

    Abantu bengcwaba izixhobo zabo emhadini