Abantwana
Ukuphaphela uYesu
Abantu abaninzi babephaphele kwaye belindele uYesu ukuba azalwe. Ngoku thina siphaphele kwaye silindele Yena ukuba abuye kwakhona! Singazilungiselela ngokufunda ngoYesu kunye nokumlandela. Umlandela kanjani uYesu? Zoba inkwenkwezi kwaye ubhale iingcinga zakho ngaphakathi kuyo.