2017
Iimfundiso zeXesha Lethu
eyeNkanga 2017


Iimfundiso zeXesha Lethu

Ukusukela kweyeNkanga 2017 ukuyokutsho kwekaTshazimpunzi 2018, izifundo zangeCawe yesine enyangeni zoBubingeleli bukaMelkitsedeke kunye neQumrhu LooMama kumele zilungiswe kwenye okanye kwezingaphezulu iintetho ebezinikwe kwinkomfa yajikelele yeDwarha 2017. NgoTshazimpunzi 2018, iinthetho zingakhethwa nokuba kukwinkomfa yajikelele kaTshazimpunzi okanye kweyeDwarha. Abongameli beengqokelela zamasebe kunye nabeengingqi bayakhetha ukuba zeziphi iintetho eziya kusetyesenziswa kwiingingqi zabo, okanye banganikeza olu xanduva kwiinkokeli kunye nabongameli bamasebe.

Iintetho ziyafumaneka ngeelwimi ezininzi kwi conference.lds.org.