Abantwana
Uninzi lothando
Xa sifunda izibhalo ezingcwele okanye sithandaza, singava indlela uBawo Osezulwini noYesu abasithanda ngayo. Zoba iintliziyo ezincinci phakhathi kwentliziyo enkulu. Gcwalisa intliziyo ngombala rhoqo uthandaza okanye ufunda kwizibhalo ezingcwele. Yeyiphi enye into onokuyenza ukuze uzive usondele kuBawo Osezulwini kunye noYesu Krestu?