Abantwana
Xhobani Isikrweqe Senu
Kukhona izinto ezininzi ezimbi ehlabathini namhlanje. Ivangeli ifana nekhakha elisikhuselayo. Funda izinto ezili 10 uMongameli Eyring asixelela ukuba sizenze ukuze sizikhusele. Ngoko ke zoba kwaye ufake umbala kwikhakha lakho!
-
Gcina umhla wesabatha ungcwele
-
Zukisa ububingeleli
-
Yenza kwaye ugcine iminqophiso
-
Sebenza kwimbali yosapho
-
Yiya etempileni
-
Guquka
-
Thandaza
-
Nceda abanye
-
Yabelana ngobungqina bakho
-
Funda izibhalo ezingcwele