Abantwana
Umphathi-Mkhosi Moronayi
UMphathi—mikhosi uMoronayi wayekhaliphile ekujonganeni nobunzima. Wayeyithanda inyaniso, inkululeko, kunye nokholo. Wanikela ngobomi bakhe ukuba ancede amaNefayi ukuba bagcine inkuleko yabo. Ungakwazi ukuba njengoMphathi-Mkhosi uMoronayi ngokumelana nobunzima ngokukhalipha. Ungakwazi nokuzipha igama elilelakho eliyintloko ngokubhala kwiphetshana elincinci izinto ezibalulekileyo kuwe nosapho lwakho.