Abantwana
Isiseko Esiqinileyo
Umongameli Thomas S. Monson wathi kufuneka sakhe “ubungqina obomeleleyo benyaniso.” Enye zeendlela zokukwenza oku kukuba sifunde izibhalo ezingcwele. Jonga ezivesi zilandelayo zingezantsi. Bhala into ibenye oyifundayo kwivesi nganye enceda ukuba ubungqina bakho bukhule ngamandla.
Abase Efese 6:11