ITestamente ENdala
-
uYesu Krestu
Eksodosi 3:14; Imfundiso neMinqophiso 38:1; Yohane 14:6; Mozaya 3:17; Helamen 5:12; 3 Nefayi 9:14–18; Mormon 9:11; Imfundiso neMinqophiso 76:22–24, 40–42
-
INkosi Yadala Zonke Izinto
Mozisi 1:31–33, 39; 7:30; Mozaya 4:9
-
UMhlaba
Genesisi 1; Mozisi 2; Imfundiso neMinqophiso 59:16–21; Bona kunye nezibhalo ezingcwele zomfanekiso 2
-
Adam no Efa BeGuqe Esibingelelweni
-
Adam noEfa Befundisa Abantwana Babo
Moses 5:12; Imfundiso neMinqophiso 68:25, 28
-
ISixeko SaseZayoni Sithathiwe
Genesisi 5:24; AmaHebhere 11:5; Mozisi 7:18–19, 69
-
UKwakhiwa koMkhobe
Genesisi 6–7; Mozisi 8
-
uNowa kunye noMkhombe kunye neZilwanyane
Genesisi 6:12–22; 7:2–23; 8
-
UAbraham Ehambisa uIsake ukuba ayokuba NguMnikelo
Gen. 21:1–8; 22:1–18; Yakobi 4:5
-
URibheka eseQuleni
Genesisi
-
uYosefu eBaleka uMfazi kaPotifa
Genesisi 39; Imfundiso neMinqophiso 42:22–24
-
UYakobi ESikelela ooNyana Bakhe
Genesisi 49
-
UMozisi kunye neTyholo Elivuthayo
Eksodosi 3:1–4:17; Izenzo 7:30–33
-
IMithetho ELishumi
Eksodosi 19–20
-
UMozisi Unika uAron UBubingeleli
Eksodosi 28:1–29:9; 40:12–15; AmaHebhere 5:4
-
UMoses kunye neNyoka yeIxina
IiNumeri 21:4–9; Yohane 3:14; Alma 33:19–21
-
URuth EBhikica aMasimi
Ruth 1–4
-
INkwenkwe uSamuweli eBizwa yiNKosi
1 Sam. 3
-
UDavide eBulala uGoliyadi
1 Sam. 17
-
UElayija eSilwa naBafundisi bakaBhal
1 OoKumkani 18:17–39
-
UEstha
Estha 3:8–15; 4; 7
-
UIzaya uBhala NgokuZalwa kuka Krestu
Izaya 7:14; 9:6–7
-
UDaniyeli Esandula Ukutya neSiselo Esinxilisayo seKumkani
Daniyeli 1; Imfundiso neMinqophiso 89
-
UDaniyeli UTolika iPhupha likaNebhukhadneza
Daniyeli 2
-
AMadoda aMathathu eSemlilweni oVuthayo
Daniyeli 3; Alma 36:3
-
Daniyeli eseSikhundleni seeNgonyama
Daniyeli 6
-
Yona
Yona 1–3