Liyahona

EyoMdumba 2026 Liyahona

  • Iziqulatho

  • Indlela yoMnqophiso Evuyisayo

    Patrick Kearon

  • Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha

    • Ufuna Ukonwaba Ngakumbi? Zama Umbulelo

      Madelyn Maxfield

  • Umhlobo

    • UNowa noMkhombe

EyoMdumba 2026 Liyahona


Liyahona, EyoMdumba 2026

  • Patrick Kearon

    Indlela yoMnqophiso Evuyisayo

    UMdala uKearon ufundisa ukuba singavuya kuba ixabiso lokuhlangulwa kwethu sele lihlawulwe nokuba indlela yomnqophiso eya kubomi obungunaphakade sele ibekiwe.

    UMdala uPatrick Kearon nenkosikazi yakhe, uJennifer

  • Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha

    • Madelyn Maxfield

      Ufuna Ukonwaba Ngakumbi? Zama Umbulelo

      Ukugxila kumbulelo kunokukunceda uhlale unethemba nendlela entle yokucinga xa ubomi bungahambi njengoko uceba.

      umntu ongaphantsi kwamafu emvula nomntu ojikelezwe ziintaka, amabhabhathane neentyatyambo

  • Umhlobo

    • UNowa noMkhombe

      Funda ibali elingoNowa noMkhombe.

      Umzekeliso kaNowa nentsapho yakhe besalusa izimvu