EyeNkanga 2024 URussell M. NelsonINkosi uYesu Krestu IyakuBuya KwakhonaUMongameli Nelson ufundisa ukuba ngoku lixesha lokuba senze uYesu Krestu isiseko sobomi bethu kwaye silungiselele ukuBuya kwaKhe okweSibini. Dallin H. OaksUkulandela uKrestuUMongameli Oaks ufundisa ngokubaluleka kokulandela imiyalelo kaYesu Krestu, ngogxininisa kumyalelo waKhe wokuphepha imbambano. Izicatshulwa. Henry B. EyringIlula Imfundiso kaYesu KrestuUMongameli Eyring uyasikhuthaza ukuba sifundise imfundiso eyinyani kaYesu Krestu ngokulula. Ngoko abo sibathandayo baya kuyikhumbula xa kufika iinkxwaleko, kwaye siya kusikelelwa. Izicatshulwa.