2022

EyeNkanga 2022

  • Iziqulatho

  • uKweyisa iHlabathi kwa nokuFumana ukuPhumla

    UMongameli Russell M. Nelson

  • UkuNceda amaHlwempu kwa nabaNxungupheleyo—Izicatshulwa

    UMongameli Dallin H. Oaks

  • iLifa le Nkuthazo—Izicatshulwa

    UMongameli Henry B. Eyring

EyeNkanga 2022


EyeNkanga 2022

  • UMongameli Russell M. Nelson

    uKweyisa iHlabathi kwa nokuFumana ukuPhumla

    uMongameli Nelson ungqina ukuba singaleyisa ihlabathi kwaye sifumane ukuphumla, ngamandla kaYesu Krestu, esikwazi ukuzifumana ngeminqophiso yethu.

    Isihlwele kwinkofa yajikelele

  • UMongameli Dallin H. Oaks

    UkuNceda amaHlwempu kwa nabaNxungupheleyo—Izicatshulwa

    UMongameli Oaks usifundisa ukuba uThixo uphembelela imibutho emininzi kwa nabantu ngabanye ukunceda abo banezidingo kwa nokuba iBandla lizibophelele ekusebenzisaneni nabanye kule migudu. Izicatshulwa

    Umfanekiso wocaphulo luka Oaks

  • UMongameli Henry B. Eyring

    iLifa le Nkuthazo—Izicatshulwa

    UMongameli Eyring usibonisa indlela umama wakhe kwa nomprofethi uMormoni abazikhuthaza ngayo izizukulwana zabo ukuba zibufanele ubomi obungunaphakade noBawo osezulwini kuzo zonke izilingo zasenyameni

    inqwelo-moya yephepha nesithunzi senqwelo-moya