“Yena Weza,” Okwenzelwe Ukomelezwa KoLutsha, EyoMnga 2021.
UMyalezo weNyanga Okwenzelwe Ukomelezwa KoLutsha, EyoMnga 2021
Yena Weza
IMfundiso neMinqophiso iyangqina ukuba uYesu Krestu weza emhlabeni kwaye wasifundisa ukuba Yena ungubani na kunye noko Yena wayekuzisele bonke abantu.
Yena Wazalelwa eMhlabeni
Delivered [Ukuhlangulwa], nguJenedy Paige
Yena Weza Kukwenza iNtando kaYise
On Earth as It Is in Heaven [Nasemhlabeni, Njengokuba Kusenziwa Emazulwini], nguJustin Kunz
Waye Wafunda kwaye Wakhula
And the Child Grew and Waxed Strong in Spirit [Ke Kaloku Wakhula Umntwana, Waya Esomelela Emoyeni], nguWalter Rane
Yena Weza Kukhulula Bonke Abantu
Christ in Gethsemane [UKrestu eGetsemane], nguMichael Malm
Yena Uthumela Abanye Ukuba Bangqine ngaYe
Umzobo nguJustin Kunz
Yena Ukukukhanya
Little Lamb [Imvana eNcinci], nguJenedy Paige
© 2021 yi Intellectual Reserve, Inc. All rights reserved. Ishicilelwe e-USA. Isivumelo sesiNgesi: 6/19. Isivumelo senguqulelo: 6/19. Inguqulelo yeMonthly For the Strength of Youth Message, December 2021. Xhosa. 17476 774