Abantwana
Awovuyo naWentlungu Amaxesha
Ezinye iintsuku zinawo angezantsi-kovuyo amathuba azo. Kwaye oko kulungile. uYesu angakunceda kuwo.
Zoba ubuso obuqumbileyo. Uyesu angakunceda njani xa uqumbile? Ngoku zoba ubuso obunoncumo. Uyesu angakunceda njani ubenovuyo/wonwabe?