2017
Ubutyebi bokwenyani
Februwari 2017


Abantwana

Ubutyebi bokwenyani

uMongameli Monson ubalisa ngebali lomama oshiya ngemva ibhokisi yobutyebi ekhethekileyo. Xa abantwana bakhe beyivulile ibhokisi, bafumana amafoto abo. Ubutyebi balomama yayilusapho lwakhe!

Ubutyebi bokwenyani ayiyo golide okanye ijuwelari-ngabantu obathandayo. Uthanda bani wena? Zoba ibhokisi yobutyebi enomfanekiso wabo okanye amagama abo ngaphakathi.