Abantwana
Ukujonga ukuze uBone uMsindisi
UMongameli Uchtdorf wathi ngexesha leKhrismesi kufuneka sikhangele izinto ezisikhumbuza ngobomi boMsindisi. Khangela ezi zifundo zingezantsi kubhekiswa kuzo ukufunda ngezehlo ezenzekayo ezibalulekileyo ebomini Bakhe.
Matewu 2:1–2
Luka 2:46
Matewu 15:32–38
Luka 8:49–55
Luka 23:33–46
Yohane 20:19–20