Abantwana
Ukwenza Ilizwe ukuba libe Lihle Kakhulu
Umongameli Uchtdorf wathi xa itempile isakhiwa, yongeza amandla kaThixo emhlabeni kwaye yenza ihlabathi libe yindawo entle kakhulu. Oku kulandelayo ngezinye zentsikelelo ezintle itempile ezinika abantu. Njengokuba uphila ngokufanelekileyo ukuba uye etempileni ngenye imini, intsikelelo nganye kwezi ingaba yeyakho!
Indawo yothando nobuhle
Ubhaptizo lwabantu abangazange babhaptizwe ngoku babephila
Umtshato obakhona unaphakade
Abantwana bayamanyaniswa batywinwe nabazali unaphakade
Indawo yokufunda ngoBawo waseZulwini kunye noYesu Krestu
Obufanelekileyo, nobuthobelayo ubomi