2010–2019

EyeDwarha 2018

  • Iziqulatho

  • Ningakhathazeki

    Ronald A. Rasband

  • Ukuba nguMalusi

    Bonnie H. Cordon

  • Ukuba Yimizekelo yabaNgcwele beMihla yokuGqibela

    Russell M. Nelson

EyeDwarha 2018


EyeDwarha 2018

  • Ronald A. Rasband

    Ningakhathazeki

    UMdala uRasband uyasikhumbuza ukuba nangona la maxesha anobungozi siphila kuwo, akukho sidingo sokuba soyike ukuba siqhubeka sijolise kukholo lwethu kuYesu Krestu.

    Isixhenxe sabazukulwana bakaMdala kunye noDade uRasband

  • Bonnie H. Cordon

    Ukuba nguMalusi

    UDade uCordon ufundisa ukuba ukulungiselela izimvu zeNkosi kuquka ukuzazi nokuzibala, nokuzigada, kunye nokuzihlanganisela emhlambini kaThixo.

    UMsindisi nemvana

  • Russell M. Nelson

    Ukuba Yimizekelo yabaNgcwele beMihla yokuGqibela

    UMongameli uNelson wazisa ngeetempile ezintsha ezilishumi elinesibini. Ukwakhuthaza ukuba sifunde imiyalezo yenkomfa kwaye siyisebenzise ebomini bethu.