2010–2019

Tshazimpunzi 2018

  • Iziqulatho

  • Uhlelo Lwasemva kwemini yangoMgqibelo yangoMgqibelo

    • INtliziyo Enobulali kunye neThobekileyo

      David A. Bednar

    • IMbali yoSapho kunye noMsebenzi waseTempileni: UkuTywinwa kunye Nokuphiliswa

      Dale G. Renlund

  • Uhlelo Lwangentsasa yangeCawa

    • ISityhilelo seBandla, ISityhilelo soBomi Bethu

      Russell M. Nelson

Tshazimpunzi 2018


Tshazimpunzi 2018

  • Uhlelo Lwasemva kwemini yangoMgqibelo yangoMgqibelo

    • David A. Bednar

      INtliziyo Enobulali kunye neThobekileyo

      Ukwabelana ngemizekelo yobulali ephuma kwizibhalo ezingcwele kunye nakubomi babaprofeti banamhlanje, uMdala Bednar ufundisa ngokuba olu phawu lobuKrestu lungaphuhliswa.


    • Dale G. Renlund

      IMbali yoSapho kunye noMsebenzi waseTempileni: UkuTywinwa kunye Nokuphiliswa

      UMdala Renlund ufundisa ngokuba xa sisenzela izinyanya zethu imbali yosapho kunye nomsebenzi wasetempileni, uThixo uthumela iintsikelelo kumacala omabini omkhusane.

      UParley Pratt

  • Uhlelo Lwangentsasa yangeCawa

    • Russell M. Nelson

      ISityhilelo seBandla, ISityhilelo soBomi Bethu

      UMongameli uNelson ungqina ukuba iNkosi iyalikhokela iBandla ngesityhilelo kwaye isityhilelo sobuqu siyafumaneka kumntu wonke.

      UMongameli Russell M. Nelson kunye noMongameli Thomas S. Monson