Imiyalelo yeKharityhulam
Imiyalelo yeNkqubo Yezemfundo ka2021


“Imiyalelo yeNkqubo Yezemfundo ka2021,” Imiyalelo yeNkqubo Yezemfundo ka2021 (2020)

“Imiyalelo yeNkqubo Yezemfundo ka2021,” Imiyalelo yeNkqubo Yezemfundo ka2021

usapho lufunda izibhalo

Imiyalelo yeNkqubo Yezemfundo ka2021

Olu xwebhu luluhlu lwezixhobo yenkqubo yezemfundo yeCawa eziza kusetyenziswa ngo-2021. Kwiilwimi ezininzi, ezi zixhobo zifumaneka ngekhompyuter kwi-Gospel Library app naku ComeFollowMe.ChurchofJesusChrist.org. Izinto ezintsha zika-2021 ziphawuliwe.

Umntu ngamnye kunye neNtsapho

ENTSHA Uze, Undilandele—Yabantu Ngabanye kunye Neentsapho: IMfundiso neMinqophiso 2021 (16587)

Ukuba amalungu esebe lakho athetha isiHiligaynon, isiSinhala, isiTurkey, isiHindi, iTamil, iTelugu, okanye isiUrdu, sebenzisa Uze, Undilandele—Yabantu Ngabanye kunye Neentsapho: IMfundiso neMinqophiso 2021 (16899).

Yabantwana

Iklasi yendawo yokugcina abantwana (Iminyaka Iinyanga ezili-18 ukuya kwi-2 iminyaka)

Behold Your Little Ones: Nursery Manual (37108)

Ixesha lokuCula kunye nawo onke amaBanga aPrayimari (Iminyaka 3 - 11)

ENTSHA Uze, Undilandele—Yabantu Ngabanye kunye Neentsapho: IMfundiso neMinqophiso 2021 (16588)

Ukuba amalungu esebe lakho athetha isiAmharic, isiHiligaynon, isiHindi, isiHmong, isi-Icelandic, isiLao, isiLingala, isiSerbia, isiSinhala, isiSlovak, isiSlovenia, isiTamil, isiTelugu, isiTurugu, isi-Urdu, isixhosa, okanye isiZulu, zilungelelanise izimvo ezivela Uze, Undilandele—Yabantu Ngabanye kunye Neentsapho isetyenzise kwiPrayimari, okanye usebenzise ezinye iincwadana zeCawe zabantwana.

Isikolo SangeCawa

Isikolo seCawa Sabantu abadala kunye Nolutsha

ENTSHA Come, Follow Me—For Sunday School: Doctrine and Covenants 2021 (16589)

Ukuba amalungu esebe lakho athetha isiAmharic, isiHiligaynon, isiHindi, isiHmong, isi-Icelandic, isiLao, isiLingala, isiSerbia, isiSinhala, isiSlovak, isiSlovenia, isiTamil, isiTelugu, isiTurugu, isi-Urdu, isixhosa, okanye isiZulu, zilungelelanise izimvo ezivela Uze, Undilandele—Yabantu Ngabanye kunye Neentsapho isetyenzise kwiPrayimari, okanye usebenzise ezinye iincwadana zeCawe.

IQumrhu lwabaDala kunye noMbutho waManina

Learning from General Conference Messages” (Ingxelo yoshicilelo ikhona kwimicimbi yenkomfa ye Ensign okanye Liyahona )

Ukuba amalungu eqela/yunithi yakho athetha isiAmharic, isiHiligaynon, isiHindi, isiHmong, isi-Icelandic, isiLao, isiLingala, isiSerbia, isiSinhala, isiSlovak, isiSlovenia, isiTamil, isiTelugu, isiTurugu, isi-Urdu, isixhosa, okanye isiZulu, sifundisa ngemiyalezo yenkomfa kawonke wonke yangoku. uhlangabeze iimfuno zabadala bakho ababakho ikhoram okanye yoMbutho wooMama, okanye usebenzise ezinye iimanyuwali zeCawa.

Ububingeleli buka-Aron kunye Nabafazi Abancinci

ENTSHA Come, Follow Me—For Aaronic Priesthood Quorums and Young Women Classes: Doctrinal Topics 2021 (16639)

Ukuba amalungu eqela/yunithi yakho athetha isiAmharic, isiHiligaynon, isiHindi, isiHmong, isi-Icelandic, isiLao, isiLingala, isiSerbia, isiSinhala, isiSlovak, isiSlovenia, isiTamil, isiTelugu, isiTurkey, isiXhosa, isiZulu, okanye isiUrdu. Isahluko 3 ye Shumayela iVangeli Yam (16229). Ungafudisa kwiimiyalezo yeNkomfa Jikelele yamva ehlangabezana neemfuno zobutsha bakho.

Yonke imibutho

Intlanganiso yeBhunga looTitshala

Ukufundisa Ngendlela yoMsindisi

Ezinye Izifundo (ukuba iincwadi yezikhokelo ziyafumaneka)

Izifundo zokomeleza umtshato kunye nosapho, ukulungiswa kwetempile, kunye nokulungiselela ubufundisi azizukubanjwa ngeyure yesibini yecawe. Kananjalo, ngokubona kobhishophu kwaye kusekwe kwiimfuno zalapha ekhaya, ezi zifundo zingafundiswa ngamanye amaxesha ngabantu, iintsapho, okanye amaqela.

Umtshato Nobudlelwane Bosapho

Marriage and Family Relations Instructor’s Manual (35865) kunye Marriage and Family Relations Instructor’s Manual Participants Study Guide (36357)

Ukulungiselela ITempile

Endowed from on High: Temple Preparation Seminar Teacher’s Manual (36854) kunye Preparing to Enter the Holy Temple (36793)

Imiyalelo yokufaka isicelo yeNkqubo Yezemfundo yoNyaka yeSebe

Ngo-2021, ooBhishophu kunye noomongameli bamasebe baya kufumana iikopi esishicelelweyo zaka Uze, Undilandele—Yabantu Ngabanye kunye Neentsapho zokuhambisa kumalungu esebe abo. Bayakufumana ikopi enye kwindlu nganye esebenzayo kwisebe. Amasebe asekhaya awayikuhlawulela ezi kopi. Kananjalo, amasebe azakudinga ukufaka isicelo kwaye ahlawulele iikopi ezishicelelweyo zemanyuwali ezisetyenzisiweyo kwiPrayimari, kwiSikolo seCawa, kunye nobubingeleli buka-Aaron kunye nabafazi abancinci.

Ungafaka isicelo zezizixhobo zesebe ukuqala nge-30 kaJuni, 2020. Nceda ufake isicelo sakho ungekadluli umhla wama-31 ku-Agasti ka-2020. Izixhobo ekufakwe i-dolo yazo emva kwalo mhla zisenokungafiki ngeyoMqungu 1, 2021. Ukufaka isicelo sezixhobo ezishicelelweyo, ndwendwela store.ChurchofJesusChrist.org, ukhethe Iiyunithi kunye neeMbizo , kwaye emveni koko ukhethe Ucwangciso Lwezemfundo loNyaka .

Cinga ngale mibuzo ilandelayo ukukunceda uku-oda iikopi eziprintiweyo kunesidingo:

  • Zingaphi iikopi ezishicelelweyo zento nganye sele linazo isebe lakho?

  • Bangaphi ootitshala abasebenzisa iinguqulelo ezidijithali kunekopi ezishicelelweyo?

Izixhobo zabo baKhubazekileyo

Izixhobo ezikwiifomathi yesandi, ye-breyile, kunye noshicilelo olukhulu nazo ziyafumaneka kwi store.ChurchofJesusChrist.org.