Abantwana Abaprofethi Bakhokelela Thina kuye uKrestu UMsindisi usinika abaprofethi kuba Yena uyasithanda. Ukulandela abaprofethi kunceda thina ukuba sikhethe okulungileyo. Zintoni ezimbini onokuzenza ukuze ulandele umprofethi?