Abantwana
Khetha Okulungileyo
Ukukhetha okulungileyo kusisondeza kufutshane noBawo Osezulwini kunye noYesu Krestu. Kusinceda futhi ukuba sonwabe kwaye sikhuseleke. Khetha iindlela ongakhetha ngazo okulungileyo.
Xoka esikolweni
Funda izibhalo ezingcwele
Yiya ecaweni
Dlala imidlalo elungileyo
Yilwa nabantwakwenu
Nceda abanye