2024
Intsikelelo kaSolusapho Yakho
EyeKhala 2024


“Amazwi okuPhila Ngawo,” Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha EyeKhala 2024.

UMyalezo weNyanga Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha, EyeKhala 2024

Intsikelelo kaSolusapho Yakho

Ithathwe kwintetho yenkomfa yajikelele kaTshazimpuzi 2023 ngu Mdala Kazuhiko Yamashita kunye noMdala Randall K. Bennett kwabangamaShumi asiXhenxe.

umfana

Imifanekiso nguGuev

  • Iqulethe ingcebiso yobuqu evela eNkosini ebhekiswe kuwe.

  • umthi wosapho

    Ixela umlibo wakho kwindlu kaSirayeli.

  • izibhalo

    Sisibhalo sobuqu.

  • tshixa

    Indilisekile kwaye iyimfihlo.

  • Imephu

    Ayiyomephu yobomi bakho.

  • iqhosha lokuphendula

    Ayiphenduli yonke imibuzo yakho.

Ukuba ayichazi ngesiganeko esibalulekileyo sobomi, sukuyithatha lo nto ukuba ithetha awuzukuba nalo elo thuba. Intsikelelo kasolusapho ingunaphakade, kwaye ukuba uphila ngokufanelekileyo, izithembiso ezingazalisekanga kobu bomi ziyakunikwa kobulandelayo.

abafazi

Kufuneka Ube Mdala Kangakanani?

  • Baqole ngokwaneleyo ukuba baqonde ukubaluleka kunye nendalo engcwele yentsikelelo kwaye baqonde imfundiso esisiseko yevangeli.

  • Ngokufanelekileyo umncinci ngokwaneleyo ukuba izigqibo ezininzi ezibalulekileyo ebomini ziseza.

Iintsikelelo ezivela kwiNtsikelelo Yakho