2023
UMmangaliso kaTabitha
EyoMsintsi 2023


“Ummangaliso kaTabitha,” Umhlobo, EyoMsintsi 2023, 46–47.

UMyalezo wangeNyanga Umhlobo, EyoMsintsi 2023

UMmangaliso kaTabitha

Alt text

Imizobo ngu-Apryl Stott

UTabhitha wayengumlandeli kaYesu Krestu. Wayethunga iimpahla needyasi kwaye wayesenzela abanye izinto ezininzi zobubele.

Alt text

Kodwa uTabitha wagula waza wafa. Abantu abaninzi babebuhlungu.

Alt text

Umprofeti, uPetros, waya kuTabhitha. Yena wamvusa kwabafileyo ngamandla uYesu Krestu awamnika ona.

Alt text

UTabhitha wayephila kwakhona! Wayekwazi ukuthunga kwaye akhonze kwakhona. Kwakungummangaliso.

Iphepha lokufakela Imibala

Ndingakhonza Abanye.

alt text here

Umfanekiso ngu-Apryl Stott

Ndingathanda njengoYesu Krestu ngokukhonza abanye.