2021
Abefundisi beVangeli Babelana ngeVangeli
Tshazimpunzi 2021


“Abefundisi beVangeli Babelana ngeVangeli,”“ Umhlobo, uTshazimpunzi 2021

UMyalezo wangeNyanga Umhlobo, uTshazimpunzi 2021

Abefundisi beVangeli Babelana ngeVangeli

abafundisi ababini benkulungwane ye-19

Imizobo ngu–Apryl Stott

Emveni kokuba iNcwadi kaMormoni ishicelelwe, uThixo waye wabiza abafundisi bevangeli ukuba bahambe bayokufundisa abantu abongezelelekileyo ngayo.

USamuel Smith ebeka iikopi zeNcwadi kaMormoni

Umntakwabo Joseph Smith, uSamuel, wayethwala itasi ezele iikopi zeNcwadi kaMormoni zokwabelana. Abantu baqokelelana ukumva efundisa.

Umfundisi wenkulungwane ye-19 efundisa kwiziQithi zePasifiki

Abanye abefundisi bafundisa abantu eYurophu. Abanye bafundisa abantu ababehlala kwiziqithi.

Abafundisi ababini abangoodade benkulungwane ye-19 eNgilane.

Kamva, abokuqala abasesikweni abafundisi boodade baye babizelwa ukuncedisa eNgilane.

abantwana kwibala lokudlala, befunda iNcwadi kaMormoni

Ndinganguye umfundisi wevangeli nam. Ndingabelana ngeNcwadi kaMormoni nabanye.

Iphepha lokufakela Imibala

Ndingabelana ngeVangeli

abantwana nemifanekiso kaYesu

Ungabaxelela njani abanye ngoYesu Krestu?